Ndicceda kumatyala:
Olwaphulo mthetho
- Ingqawule
- Izicelo zengqawule kwizikhululo zamapolisa selidlulile ixesha lam lomsebenzi - kwiyure ezingqmashumi amabini anesine ngosuku.
- Izicelo zengqawule ezikhatywayo enkundleni.
Inkqubo yophando (Ngamapolisa)
- Ndiyaya rhogo enkundleni xa uvela noxa ityala lakho lisaphandwa.
- Ndibakhona xa amapolisa ekugocagoca ngemibuzo.
- Ndibakhona xa kusenziwa ukhombo ngamangqina ombuso kwisikhululo samapolisa.
- Ndibakhona xa amapolisa ezama ukuqokelela noluphina na uhlobo lobunggina oko ndikwenza ngenjongo zokukhusela amalungelo alowo ndimmeleyo .
Uphando (Ngummeli)
- Ndiphanda konke okufuna kuphandiwe ngenjongo zokukummela ngempumelelo ukufikelela nokungqthintelwa ekuthatheni ezithombe zendawo yoxhwayelo. Ndikwafikelela ndkuba nodliwana ndlebe namanggina akwicala lakho wena njengotyholiweyo nokunye.
- Ndiyaphanda nangesiginisekiso sobungqina malunga negazi (DNA) ndiphande okokuba akusetyenziswanga machiza azintlobo ngeentloba anobutyefo kwingqokelela yobubungqina begazi (DNA).
- Ndiyaphanda ngokuthi ndibuze ngenqubo eyenziweyo malunga novavanyo ngokumalunga nezinga lotywala obufunyanwe egazini ngenjongo zokukummela ngempumelelo.
Ematyaleni
Ndizivelela zonke inkalo xandikummela etyaleni.
Izibeno
Ndiyazivelela zonke inkalo zenqubo yezobheno ukusukela okokuba wenze isibheno ungaphandle kwezitixo okanye nditshutshise isibheno kwinkundla ephakamileyo ngakwizigwebo nezohlwayo ezingadinkekanga.
Amatyala embambano
- Ndiyawenza amatyalal oqhawuko kwemitshato namatyala ekusombululeni imitshato.
- Ukwenza isicelo sesondlo nokujongana namatyala esondlo aqhubekayo.
- Ukubuyiselwa kwetyala
- Ubango ngakumbuso
- Amatyala malunga nemigaqo yezemisebenzi
- Ukumela kwimibango yamatyala embambano
- Ukwenza isiginisekiso semvisiswano
- Ukwenza isiginisekiso samafa
- Ukusombulula impikiswano malunga nobekuvisisenwe ngako